Rethabile Khumalo Ntyilo Ntyilo Lyrics + Meaning (ft Master KG): Rethabile Khumalo is a South African singer, songwriter, composer, guitarist, and dancer who shot to fame getting signed by DJ Tira to Afrotainment in 2018. Rethabile also took part in Idols SA season 8 and 9.

Rethabile Khumalo Ntyilo Ntyilo Music Video

Rethabile Khumalo Ntyilo Ntyilo Lyrics

Oko wahamb’ ethe uzobuya
Wakhwela inqwelontaka
Watshona kwezay’ntaba
Ntyilo ntyilo, njenge nyoni ndiya ntyiloza
Kwaphela iinyanga kwatshona amalanga
Netshomi zami zithi undenza isbhanxa
Naselalini kuthethwa
Ngam’ izindaba
Ntyilo ntyilo, njenge nyoni ndiya ntyiloza

English Meaning and translation:

Ever since he left and said he would return
He boarded a plane and flew over the mountains
Twee, twee, twee like a bird I’m tweeting
For months the sun went down
Even my friends say you are my making me a fool I’ve turned into a talk of the village
Twee, twee, twee like a bird I’m tweeting


Oko wahamb’ ethe uzobuya
Wakhwela inqwelontaka
Watshona kwezay’ntaba
Ntyilo ntyilo, njenge nyoni ndiya ntyiloza

Mama ndincede, khawund’ size Mama
Tata ndincede, khawund’ size
Tata Intlungu zothando
Yazi kubuhlungu uk’thanda umuntu
Nami angizenzi, cel’ ungisize Mama

Mama ndincede, khawund’ size Mama
Tata ndincede, khawund’ size Tata
Intlungu zothando
Yazi kubuhlungu uk’thanda umuntu
Nami angizenzi, cel’ ungisize Mama
Heee Mama Heee Mama
Cel’ungisize Mama
Heee Mama Heee Mama
Cel’ungisize Mama

Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihlel’ eduze kwakho
Vele wenz’ impilo ibelula Ibelula, ngempela ngiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihlel’ eduze kwakho
Vele wenz’ impilo ibelula Ibelula, ngempela ngiyavuma
Oko wahamb’ ethe uzobuya
Wakhwela inqwelontaka
Watshona kwezay’ntaba
Ntyilo ntyilo, njenge nyoni ndiya ntyiloza

Kwaphela iinyanga kwatshona amalanga
Netshomi zami zithi undenza isbhanxa
Naselalini kuthethwa Ngam’ izindaba
Ntyilo ntyilo, njenge nyoni ndiya ntyiloza
Mama ndincede, khawund’ size Mama
Tata ndincede, khawund’ size Tata
Intlungu zothando
Yazi kubuhlungu uk’thanda umuntu
Nami angizenzi, cel’ ungisize Mama
Mama ndincede, khawund’ size Mama
Tata ndincede, khawund’ size Tata

Iintlungu zothando
Yazi kubuhlungu uk’thanda umuntu
Nami angizenzi, cel’ ungisize Mama

Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihlel’ eduze kwakho
Vele wenz’ impilo ibelula Ibelula, ngempela ngiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihlel’ eduze kwakho
Vele wenz’ impilo ibelula Ibelula, ngempela ngiyavuma

Rethabile Khumalo and Her Mother

Who is Rethabile Khumalo’s mother?

Rethabile was born by the one and only Winnie Khumalo. A Soweto born singer who was born at 681 Mofolo North Soweto in 1973- 07-20. She studied at Vuyo Lower primary then at Esiyalwin Higher primary then matriculated at Mncube Senior secondary school. She was introduced to the music industry at the tender age of 15 when she released albums like Hey Laitie, Tshina Tshina (Produced by Sello Chicco Twala) and an album titles Dlamini in the 1980s.

Winnie Khumalo also recorded a gospel album titled Izono Zami in the 1990s produced by Pastor Langa Dube . During Winnie Khumalo’s music career she was seen working with the likes of the late Brenda Fassie (As Brenda’s Backing vocalist and lead vocalist), Pure Magic, Sipho Mbele, Brothers of Peace (B.O.P), Bongo Maffin, Zonke Dikana and DJ Cleo. (ZALebs)

Great Feeling

View all posts

Add comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *